Nubian Princess Princesses Series
Jef Jabbie
Broschiertes Buch

Nubian Princess Princesses Series

Inali LenKonsazana yakwaXhosa

Versandkostenfrei!
Versandfertig in 1-2 Wochen
30,99 €
inkl. MwSt.
PAYBACK Punkte
15 °P sammeln!
INubian Princess Series iwonga ulutsha lwelizwekazi leAfrika. Ibali leNkosazana yakwaXhosa lingentwazana uNozipho, okhulela phantsi kwezo ntaba zeKapa. Yena nomnakwabo bazalwa ngumama osebenza ezindlwini zabantu, nothi ke ngelishwa suke alahlwe ngumyeni. Esebenza ngokuzimisela, uNozipho wenza inguqulelo enkulu ebomini bakhe. Mhla edibana noyise kwakhona, iimeko zabo zazohluke kakhulu. Xa uNozipho ehlangana nenkosana yakhe, kufuneka yena nomnakwabo bathathe isigqibo sokuba bajongana njani noyise nabakowabo. Baza kwenza njani? Eli bali lihonjiswe kakhulu yimifanekiso kaSifiso Yalo, liya kuthandw...