Ndixolele (eBook, ePUB)

Sofort per Download lieferbar
3,99 €
inkl. MwSt.
PAYBACK Punkte
0 °P sammeln!
uNdixolele libali elingentwazana uNoluvuyo, owathi ngenye imini evela emsebenzini wadibana nexhego awathi walinceda lisengxakini. Uthi xa evalelwe yimvula eyatsho ngamandla esendlwini yeli xhego, bafumana ixesha lokwazana, into leyo eyabenza babaliselana ngeziganeko ezithile ebomini babo. Kuye kuhlwe ke eselapho uNoluvuyo ngenxa yokukhululeka komphefumlo wakhe kwelo khaya. Uthi xa elungiselela ukugoduka, imvula isanqumamile. Kunkqonkqozwe emnyango. Ukungena kwelo ndwendwe kwamothusa kakhulu uNoluvuyo, yanikezel' ingqondo waf' isiqaqa. Wothuka apho ixhego nendwendwe elo libhidekile ngulo mothuk...

Dieser Download kann aus rechtlichen Gründen nur mit Rechnungsadresse in A, B, CY, CZ, D, DK, EW, E, FIN, F, GR, H, IRL, I, LT, L, LR, M, NL, PL, P, R, S, SLO, SK ausgeliefert werden.